Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Oktobha 14-20

INDUMISO 96-99

Oktobha 14-20

Ingoma 66 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. “Vakalisani Iindaba Ezilungileyo”!

(imiz. 10)

Xelela abanye ngeendaba ezilungileyo (INd 96:2; w11 3/1 6 ¶1-2)

Bafundise ngeendaba ezilungileyo zeMini yoMgwebo (INd 96:​12, 13; w12 9/1 16 ¶1)

Baxelele ngenjongo kaYehova yokuba umhlaba uza kuzaliswa ngabantu abadumisa igama lakhe (INd 99:​1-3; w12 9/15 12 ¶18-19)

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 96:1​—Amagama athi “ingoma entsha” abaluleke ngantoni? (it-2-E 994)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuzimisela​—Into Eyenziwa NguYesu

(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 10 ingongoma 1-2.

5. Ukuzimisela​—Yenza NjengoYesu

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 9

6. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

7. ISifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3 ) | Ingoma 67 Nomthandazo