Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Septemba 9-15

INDUMISO 82-84

Septemba 9-15

Ingoma 80 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Omnye wonyana bakaKora ujongisise indlwana yenkonjana ekwiyadi yetempile

1. Zixabise Izinto Okwazi Ukumenzela Zona UYehova

(imiz. 10)

Siyixabisa kakhulu imisebenzi yenkonzo esiyenzayo (INd 84:​1-3; wp16.6 8 ¶2-3)

Yonwabela izabelo okwazi ukuzenza kunezo ungakwaziyo ukuzenza (INd 84:10; w08 7/15 30 ¶3-4)

UYehova ulungile kubantu abamkhonza ngokuthembeka (INd 84:11; w20.01 17 ¶12)

Umsebenzi ngamnye esiwunikwayo entlanganweni uba nezinto esikuvuyelayo ukuzenza nekunzima ukuba sizenze. Ukuba sijonga kwizinto ezintle singakwazi ukonwabela nawuphi na umsebenzi.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 82:3​—Kubaluleke kangakanani ukubonisa uthando kwabo ‘bangenatata’ ebandleni? (it-1-E 816)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Uvelwano​—Into Eyenziwa NguYesu

(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 9 ingongoma 1-2.

5. Uvelwano​—Yenza NjengoYesu

(imiz. 8) Ingxubusho esekelwe kwi-lmd isifundo 9 ingongoma 3-5 nendawo ethi “Jonga Nezi Vesi.”

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 57

6. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

7. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 130 Nomthandazo