BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 Incwadi YeZililo Izahluko 1 2 3 4 5 Oko kuqulethweyo 1 IYerusalem ifaniswa nomhlolokazi Ishiyeke yodwa ilahliwe (1) Izono ezikhulu zeZiyon (8, 9) IZiyon ilahlwa nguThixo (12-15) Akukho mntu wokuthuthuzela iZiyon (17) 2 UYehova ucatshukiswa yiYerusalem Akukho luvelwano (2) UYehova unjengotshaba lwayo (5) Kulilelwa iZiyon (11-13) Abantu abadlulayo bahlekisa ngesixeko esasisihle (15) Iintshaba zivuyela ukuwa kweZiyon (17) 3 UYeremiya uchaza indlela aziva ngayo nethemba lakhe “Ndiza kulinda” (21) Iinceba zikaThixo zintsha ntsasa nganye (22, 23) UThixo ulungile kwabo bathembele kuye (25) Kulungile ukuba abantu abatsha bathwale idyokhwe (27) UThixo uvale ngelifu ukuze bangasondeli kuye (43, 44) 4 Izinto ezimbi ezenzeka eYerusalem xa irhangqiwe Akukho kutya (4, 5, 9) Abafazi bapheka abantwana babo (10) UYehova uwugalele umsindo wakhe (11) 5 Abantu bathandazela ukubuyiselwa “Yikhumbule into esehleleyo” (1) ‘Siza kuthi shu; sonile’ (16) “Sibuyisele kuwe, yhini Yehova” (21) “Sizisele imihla emitsha” (21) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeZililo INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeZililo IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeZililo https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg