Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

A6-B

Itshati: Abaprofeti Nookumkani BakwaYuda NabakwaSirayeli (Inxalenye 2)

Ookumkani Bezizwe Ezibini ZaseMzantsi Zobukumkani BakwaYuda (Iyaqhubeka)

777 B.C.E.

UYotham: iminyaka eyi-16

762

UAhazi: iminyaka eyi-16

746

UHezekiya: iminyaka eyi-29

716

UManase: iminyaka eyi-55

661

UAmon: iminyaka eyi-2

659

UYosiya: iminyaka eyi-31

628

UYehowahazi: iinyanga eziyi-3

UYehoyakim: iminyaka eyi-11

618

UYehoyakin: iinyanga eziyi-3, neentsuku eziyi-10

617

UZedekiya: iminyaka eyi-11

607

IYerusalem netempile zitshatyalaliswa yiBhabhiloni elawulwa nguNebhukadenetsare. UZedekiya, ukumkani wokugqibela kumnombo kaDavide, ususwa etroneni

Ookumkani Bezizwe Ezilishumi ZaseMntla Zobukumkani BakwaSirayeli (Iyaqhubeka)

m. 803 B.C.E.

UZekariya: ingxelo ithi walawula iinyanga eziyi-6 kuphela

UZekariya waqalisa ukulawula, nangona ubukumkani babungekabi bobakhe ngokupheleleyo de kwa-m. 792

m. 791

UShalum: inyanga eyi-1

UMenahem: iminyaka eyi-10

m. 780

UPekahiya: iminyaka eyi-2

m. 778

UPeka: iminyaka eyi-20

m. 758

UHosheya: iminyaka eyi-9 ukususela m. 748

m. 748

Kubonakala ukuba ulawulo lukaHosheya lomelela ngakumbi okanye lwaxhaswa ngukumkani waseAsiriya, uTigelati-pilesere III m. 748

740

IAsiriya yoyisa iSamariya, ize ithimbe uSirayeli; buze buphele ubukumkani bezizwe ezilishumi zasemntla zakwaSirayeli

  • Abaprofeti

  • UIsaya

  • UMika

  • UZefaniya

  • UYeremiya

  • UNahum

  • UHabhakuki

  • UDaniyeli

  • UHezekile

  • UObhadiya

  • UHoseya