UVUKANI! Januwari 2013 | Ukukhulisa Abantwana Abangacingeli Iziqu Zabo Kuphela Kweli Hlabathi Linabantu Abazicingelayo
Indlela yokuphepha iimpazamo ezintathu abanye abazali abadla ngokuzenza.
Okwenzeka Ehlabathini
Yiva iindaba ezisematheni nezinye izinto ezibangela umdla ehlabathini.
UKUNCEDA INTSAPHO
Indlela Yokuthetha Nomntwana Wakho Ofikisayo
Ngaba uyacaphuka xa uthetha nomntwana wakho ofikisayo? Ziintoni ezibangela loo nto?
UDLIWANO-NDLEBE
Isazinzulu Sichaza Isizathu Sokuba Nokholo Kwaso
Funda ngezibakala ezingokwenzululwazi aye wazihlola nangesizathu sokuba nokholo kwakhe kwiLizwi likaThixo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ukukhulisa Abantwana Abangacingeli Iziqu Zabo Kuphela Kweli Hlabathi Linabantu Abazicingelayo
Khawufunde ngezi ndlela zintathu onokunceda ngazo abantwana bakho bakuphephe ukucingela iziqu zabo kuphela.
IMBONO YEBHAYIBHILE
IParadesi
Ngaba isemazulwini okanye yindawo yokwenene elapha emhlabeni? Ngubani onokuphila apho?
NGABA YADALWA?
Ubuchule Bokufuduka Bukakhwalimanzi Ongwevu
Funda ngale ntaka ithatha uhambo lweentsuku ezisibhozo, olona hambo lumangalisayo lwaziwa ngumntu.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ndenze Ntoni Xa Umntu Esenza Izimbo Zokufuna Ukulala Nam?
Funda ukuba kuthetha ukuthini ukwenzelwa izimbo ezibonisa ukuba umntu ufuna ukulala nawe, noko unokukwenza xa ukule ngxaki.
USolomon Wenza Ngobulumko
Khangela ukuba yintoni engekhoyop kulo mfanekiso, wugqibezele uze ufake imibala.