UVUKANI! Agasti 2013 | Unokuphila Ixesha Elide Kangakanani?

Abantu abaninzi banethemba lokuba ubomi obungunaphakade buxhomekeke kwisayensi nobugcisa bezamayeza. Ngaba oososayensi banokuyifumana indlela esa kubomi obungunaphakade?

Okwenzeka Ehlabathini

Imixholo ekhoyo: Ukuvela kwakhona kwesifo seengcongconi eGrisi, abadlezana abangatshatanga eTshayina, ukuzibulala kwamajoni eUnited States, nokunye okungakumbi.

UKUNCEDA INTSAPHO

Xa Umntwana Wakho Ofikisayo Ezenzakalisa Emzimbeni Ngabom

Abanye abantwana abafikisayo bazenzakalisa emzimbeni ngabom. Bayenziswa yintoni le nto? Unokumnceda njani umntwana wakho?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Unokuphila Ixesha Elide Kangakanani?

Ukwazi isizathu sokuba sisaluphala size sife yeyona nto ibangela ukuba siqonde ukuba sinokuphila ixesha elide kangakanani.

UDLIWANO-NDLEBE

Ugqirha Wamathambo Uchaza Ngokholo Lwakhe

UGqr. Irène Hof Laurenceau uchaza isizathu sokuba abe liNgqina likaYehova.

Ngaba Ufanele Ukholelwe KuThixo Oziqu Zithathu?

Ngaba icawa yakho ifundisa ukuba uThixo Uneziqu Ezithathu? Ngaba ulandela iSivumo Sokholo saseNicaea?

IMBONO YEBHAYIBHILE

Utywala

Funda ngendlela iBhayibhile enokukunceda ngayo ukuze ubujonge ngendlela efanelekiyo utywala.

NGABA YADALWA?

Ialbatross—Intaka Ezulazulayo Neyonga Amandla Xa Indanda

Funda ngendlela ezi ntaka ezihlala ngayo emoyeni kangangeeyure ezininzi zingakhange ziphaphazelise amaphiko!

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni Ndizisika?

Ukuzenzakalisa yingxaki yolutsha oluninzi. Ukuba nawe uyazenzakalisa, yintoni enokukunceda ukuba uyeke?

Abantu AbaseBhayibhileni NjengoYosefu

Zikhuphelele, uprinte le nto yenziwa xa kufundwa uze ubhale zonke izinto afana ngazo uYosefu nabanye abantu abahlanu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni.