UVUKANI! Agasti 2014 | Abantu Bangaxolelana Njani?
Abaninzi banomnqweno wokuphathana ngoxolo nemvisiswano kunye nabamelwane babo, kodwa ukungabi naxolo neemvakalelo ezikhathazayo kuyaphazamisa. Singazilungisa njani iingxabano zethu ngoxolo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Abantu Bangaxolelana Njani?
Imigaqo eseBhayibhileni iye yanceda abantu ababekade beziintshaba ukuba babe noxolo bade babe ngabahlobo.
Okwenzeka Ehlabathini
Oko kuthethwa ngako: ukuyeka ukusebenzisa iincwadi ezikolweni naseYunivesithi, ipetroli “eluhlaza” ekuthiwa ibangele ungcoliseko lomoya olubulalayo, namahlelo obuKristu apho abantu abaninzi bengazange bayifunde iBhayibhile.
UKUNCEDA INTSAPHO
Indlela Yokuthi “Hayi”
Kuthekani ukuba umntwana wakho ukuqhatha ngokukhwina okanye ngokukucenga?
“Qwalaselani Ngenyameko Iintaka”
Wayefundisa ntoni uYesu xa wathetha oku?
IMBONO YEBHAYIBHILE
Amaphupha Awayevela KuThixo
Ngaba uThixo usebenzisa amaphupha ukuze athethe nathi namhlanje?
NGABA YADALWA?
Iphiko Lebhabhathane Elifunxa Imitha Yelanga
Kubandakanyeke okungakumbi kunombala nje omnyama wamaphiko ebhabhathane.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Oko Kuthethwa Lulutsha Ngokuhlala Usempilweni
Ngaba ukufumanisa kunzima ukutya ngokusempilweni nokujima? Kule vidiyo, ulutsha lubaliselana ngezinto oluzenzayo ukuze luhlale lusempilweni.
Ikhadi LeBhayibhile LikaFaro
Ngaba uFaro waseYiputa wasinda xa umkhosi wakhe watshona kuLwandle Olubomvu?