Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Abantu Abaninzi Emhlabeni Wonke Beva Ubuhlungu Ngenxa Yenzondo

Abantu Abaninzi Emhlabeni Wonke Beva Ubuhlungu Ngenxa Yenzondo

Abantu beva ubuhlungu ngenxa yenzondo egcwele umhlaba wonke.

Ezindabeni nakwiiwebhsayithi zokuncokola kugcwele abantu abathetha kakubi nabathumela imiyalezo ebonisa ukuba bayazicaphukela iintlobo ezithile zabantu. Kukho nabantu abaninzi abacalulwayo, abagezelwayo, abathukwayo, aboyikiswayo nabamoshelwa izinto zabo. Inzondo ikuyo yonke indawo, ibe indlela abaphathwa ngayo abantu ibenza bazive bengengobantu!

Le Mboniselo ichaza indlela yokuphelisa inzondo eqhubekayo. Le ayontsomi. Yinto yamanyhani eza kwenzeka ngonaphakade ibe seyisenzeka emhlabeni wonke.