UVUKANI!
No. 1 2017 | Ingxaki Yolutsha Olungonwabanga —Isizathu? Yintoni Enokunceda?
Iingxelo zibonisa ukuba lintinge ngendlela eyothusayo inani labafikisayo abangonwabanga.
Yintoni enokwenziwa ukulungisa le ngxaki?
Le magazini inamacebiso ngento enokwenziwa ngabafikisayo abanale ngxaki nokuba abazali banokubathuthuzela baze babaxhase njani.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ingxaki Yolutsha Olungonwabanga —Isizathu? Yintoni Enokunceda?
Funda indlela onokuzibona ngayo iimpawu zomntu onayo nezinto ezinokuyibangela. Funda ngento enokwenziwa ngabazali nangabanye ukuze bancede.
Uncumo Lwakho —Isipho Onokuphisa Ngaso
Uncumo Olusuk’ entliziyweni
IMBONO YEBHAYIBHILE
Ukukhupha Isisu
Nyaka ngamnye izigidi zabantu zikhupha isisu. Ngaba sisigqibo somntu okanye ingxaki isekuziphatheni?
“Olo Thando Lwasenza Sachiphiza Iinyembezi”
NgoMgqibelo, ngoAprili 25, 2015, iNepal yantlithwa yinyikima enkulu. Emva koko, AmaNgqina KaYehova abonisa njani ukuba amaKristu okwenyaniso ayathandana yaye olo thando alubonisa ngezenzo?
UKUNCEDA INTSAPHO
Ukuba Nombulelo
Xa umfazi nendoda bezama ukuziphawula iimpawu zomnye ezintle, umtshato wabo uya uphucuka. Yintoni enokukunceda ube nombulelo?
NGABA YADALWA?
Iindlela Ezikhusela Ngazo Elangeni Imbovane YaseSahara
Le mbovane ingafani nezinye yenye yezilwanyana ezikwaziyo ukumelana nobushushu. Yintoni ebangela ukuba ikwazi kangaka ukumelana nelanga elitshisa kakhulu?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ndingajamelana Njani Nexhala?
Amacebiso amathandathu anokukunceda ukwazi ukuhlangabezana nexhala.
Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayanceda Xa Kukho Intlekele?
Funda indlela onokuwanceda ngayo amanye amaNgina nabo bangengawo.