UVUKANI! No. 3 2016 | Ukususa Umqobo Wolwimi

AmaNgqina kaYehova aye azibandakanya kumsebenzi obalulekileyo wokuguqulela.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukususa Umqobo Ekudala Ukho

Kutheni amaNgqina kaYehova eguqulela iincwadi zawo ngeelwimi ezininzi kangaka?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukususa Umqobo Wolwimi—Masikukrobise Kumsebenzi Owenziwayo

Umguquleli ucacisa indlela owenziwa ngayo umsebenzi wakhe

IIFOTO ZAKUDALA

UIgnaz Semmelweis

Zonke iintsapho zimele zibe nombulelo kule ndoda. Ngoba?

UKUNCEDA INTSAPHO

Indlela Yokuthetha Ngeengxaki

Amadoda nabafazi baneendlela ezahlukeneyo zokuthetha. Ukukwazi oku kunokukunceda ungakhathazeki.

IMBONO YEBHAYIBHILE

Ukholo

IBhayibhile ithi ‘ngaphandle kokholo akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle.’ Luyintoni ke ukholo? Unokuba nalo njani?

NGABA YADALWA?

Intamo Yembovane

Imbovane ikwazi njani ukuthwala izinto ezinzima nkqu nakumzimba wayo?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

‘Iindaba Ezilungileyo Kuzo Zonke Iintlanga, Izizwe Neelwimi’

Ukuze kufikelelwe abantu abaninzi ngeenyaniso zeBhayibhile, kufuneka kuguqulelwe ngendlela echanileyo. Wenziwa njani lo msebenzi? Ziziphi iingxaki abaye badibane nazo abaguquleli?