IMBONISELO Disemba 2015 | Unokuyazi IBhayibhile

Ngaba ukhe uzibuze, ‘Kutheni kunzima ukuyiqonda nokuyazi iBhayibhile?’

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Umele Uyazi IBhayibhile?

Abantu abaninzi bayayihlonipha le ncwadi ingcwele nakuba bengayazi indlela enokubanceda ngayo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Incwadi Emele Yaziwe

Izizathu ezine ezibonisa ukuba iBhayibhile yayibhalelwe ukuba yaziwe ngabo bonke abantu.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Unokulufumana Njani Uncedo Lokwazi IBhayibhile?

Ukuba iBhayibhile ibhalele ukuba yaziwe okanye iqondwe, kutheni kufuneka uncedwe ukuze uyazi?

Ukuzenza Umntu Ongenguye! Ngaba Kuya Kuze Kuphele?

Ngaba awusafuni nokuzibona iipolitiki, unqulo okanye ezorhwebo ngenxa yabantu abazenza izinto abangezizo?

Ngaba Ubusazi?

Ngaba amaYuda awayesiya eYerusalem ngePentekoste ka-33 C.E. ‘ayesuka kuzo zonke iintlanga eziphantsi kwezulu’Inkitha yabantu eyayisiya kwimithendeleko yamaYuda eYerusalem yayihlaliswa phi?

Ngaba uPetros WayenguPopu Wokuqala?

Wayethetha ukuthini uYesu xa wathi: “You are Peter, and upon this rock I will build my church”?

IMIBUZO YABAFUNDI

Ngaba Ikho Ingxaki Ngezinto Ezenziwa NgeKrismesi?

Kwanokuba izinto ezenziwa ngeKrismesi zinemvelaphi yobuhedeni, ngaba oko kunokubangela umntu angazenzi?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Kutheni uThixo ebamkela abantu abathanda inyaniso?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba Isayensi Iyavumelana NeBhayibhile?

Ngaba iBhayibhile iyangqubana nesayensi?