Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
1. Sibonisa njani ukuba ‘silindele kuYehova ngomonde’? (INdu. 130:5, 6)
2. Sinokulindela njani kuYehova ngomonde ngamaxesha anzima? (Hab. 2:3, 4; 2 Tim. 4:2; Luka 2:36-38)
3. Sinokulisebenzisa kakuhle njani ixesha lethu njengoko silinde imini kaYehova? (2 Pet. 3:11-13)
4. Kutheni sinokulindela kuYehova siqinisekile xa sineengxaki? (INdu. 62:1, 2, 8, 10; 68:6; 130:2-4)
5. Yintoni ekufuneka siyenze ukuze sifumane ‘umvuzo wokuba lilungisa’? (INdu. 58:11)
© 2023 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
CA-copgm24-XO