Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Isicangca SeBhayibhile

Isicangca SeBhayibhile
  1. “Ekuqaleni . . . ”

  2. 4026 B.C.E. Ukudalwa kuka-Adam

  3. 3096 B.C.E. Ukufa kuka-Adam

  4. 2370 B.C.E. Kuqalisa uNogumbe

  5. 2018 B.C.E. Ukuzalwa kuka-Abraham

  6. 1943 B.C.E. Umnqophiso ka-Abraham

  7. 1750 B.C.E. UYosefu uyathengiswa abe likhoboka

  8. ngaphambi kowe-1613 B.C.E. UYobhi uyalingwa

  9. 1513 B.C.E. Ukufuduka eYiputa

  10. 1473 B.C.E. USirayeli ungena eKanan ekhokelwa nguYoshuwa

  11. 1467 B.C.E. Ukoyiswa ngokupheleleyo kwamaKanan

  12. 1117 B.C.E. USawule uthanjiswa njengokumkani

  13. 1070 B.C.E. UThixo uthembisa uDavide uBukumkani

  14. 1037 B.C.E. USolomon uba ngukumkani

  15. 1027 B.C.E. Ukugqitywa kwetempile yaseYerusalem

  16. malunga nowe-1020 B.C.E. Ukugqitywa kweNgoma yazo iiNgoma

  17. 997 B.C.E. USirayeli uyahlukana abe zizikumkani ezibini

  18. malunga nowama-717 B.C.E. Ukugqitywa kweMizekeliso

  19. 607 B.C.E. Ukutshatyalaliswa kweYerusalem; ukuthinjelwa eBhabhiloni

  20. 539 B.C.E. Ukoyiswa kweBhabhiloni nguKoreshi

  21. 537 B.C.E. Ukubuyela kwamaYuda eYerusalem

  22. 455 B.C.E. Ukwakhiwa ngokutsha kweendonga zeYerusalem; ukuqalisa kweeveki ezingama-69 zeminyaka

  23. Emva kowama-443 B.C.E. UMalaki ugqiba ukubhala incwadi yakhe yesiprofeto

  24. malunga nowe-2 B.C.E. Ukuzalwa kukaYesu

  25. 29 C.E. UYesu uyabhaptizwa yaye uqalisa ukushumayela ngoBukumkani bukaThixo

  26. 31 C.E. UYesu ukhetha abapostile bakhe abali-12; unikela iNtshumayelo yaseNtabeni

  27. 32 C.E. UYesu uvusa uLazaro

  28. Nisan 14, 33 C.E. UYesu uyabethelelwa (UNisan ungqamana nenyanga kaMatshi neka-Aprili)

  29. Nisan 16, 33 C.E. UYesu uyavuswa

  30. Sivan 6, 33 C.E. IPentekoste; ukuthululwa komoya oyingcwele (USivan ungqamana nenyanga kaMeyi nekaJuni)

  31. 36 C.E. UKorneli uba ngumKristu

  32. malunga nowama-47-48 C.E. Uhambo lokuqala lukaPawulos

  33. malunga nowama-49-52 C.E. Uhambo lwesibini lukaPawulos

  34. malunga nowama-52-56 C.E. Uhambo lwesithathu lukaPawulos

  35. malunga nowama-60-61 C.E. UPawulos ubhala ileta ngoxa esentolongweni eRoma

  36. ngaphambi kowama-62 C.E. Umntakwabo Yesu uYakobi ubhala ileta yakhe

  37. 66 C.E. AmaYuda avukela iRoma

  38. 70 C.E. IYerusalem netempile yayo itshatyalaliswa ngamaRoma

  39. malunga nowama-96 C.E. UYohane ubhala iSityhilelo

  40. malunga nowe-100 C.E. Ukufa kukaYohane, umpostile wokugqibela