UkuPhoxeka
Ukuphoxeka ngenxa yokuphoxwa ngabanye abantu, ukuviswa ubuhlungu, okanye ukujikelwa
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
1Sa 8:1-6—Umprofeti uSamuweli ubuhlungu futhi uphoxekile xa amaSirayeli enyanzelisa ukuba noKumkani
-
1Sa 20:30-34—UYonatan ubuhlungu futhi uhlazekile xa uKumkani uSawule, ongutata wakhe, esiba nomsindo kuye
-
-
Izibhalo ezithuthuzelayo:
-
Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:
-
Nd 55:12-14, 16-18, 22—Nangona ejikelwe ngumhlobo wakhe osondeleyo uAhitofele, uKumkani uDavide ulahlela umthwalo wakhe kuYehova aze athuthuzeleke
-
2Ti 4:16-18—Abantu abamhoyi umpostile uPawulos xa esesilingweni, kodwa ufumana amandla kuYehova nakwithemba amnika lona
-
Ukuphoxeka ngenxa yobuthathaka bethu nezono zethu
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
Nd 51:1-5—UKumkani uDavide ubuhlungu kakhulu ngexa yendlela amone ngayo uYehova
-
Rom 7:19-24—Umpostile uPawulos ulusizi ngenxa yokulwa nesono
-
-
Izibhalo ezithuthuzelayo:
-
Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:
-
1Ku 9:2-5—Nangona uKumkani uDavide enze izono ezinzulu, uYehova umkhumbula eyindoda ethembekileyo
-
1Ti 1:12-16—Nangona umpostile uPawulos wenza izono ezinzulu ngaphambili, uqinisekile ukuba uza kwenzelwa inceba
-