NgoLwesihlanu
“Iindaba ezilungileyo eziza kuvuyisa wonke umntu”—Luka 2:10
Kusasa
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 150 Nomthandazo
-
9:40 INTETHO KASIHLALO: Kutheni Sidinga Iindaba Ezilungileyo?(1 Korinte 9:16; 1 Timoti 1:12)
-
10:10 IDRAMA YEBHAYIBHILE:
IBali Elingobulungiseleli BukaYesu: Ividiyo Yokuqala
Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi —Isiqendu I (Mateyu 1:18-25; Luka 1:1-80; Yohane 1:1-5)
-
10:45 Ingoma 96 Nezaziso
-
10:55 UNGCELELE: ‘Babeqhutywa Ngumoya Oyingcwele’
-
UMateyu (2 Petros 1:21)
-
UMarko (Marko 10:21)
-
ULuka (Luka 1:1-4)
-
UYohane (Yohane 20:31)
-
-
12:10 Ingoma 110 Nekhefu
Emva Kwemini
-
1:35 Ividiyo Yomculo
-
1:45 Ingoma 117
-
1:50 UNGCELELE: Inyani EngoYesu
-
ULizwi (Yohane 1:1; Filipi 2:8-11)
-
Igama Lakhe (IZenzo 4:12)
-
Ukuzalwa Kwakhe (Mateyu 2:1, 2, 7-12, 16)
-
-
2:30 Ingoma 99 Nezaziso
-
2:40 UNGCELELE: Izinto Esinokuzifunda Kwindawo UYesu Awayehlala Kuyo
-
Ukuma Komhlaba (Duteronomi 8:7)
-
Izilwanyana (Luka 2:8, 24)
-
Ukutya (Luka 11:3; 1 Korinte 10:31)
-
Ubomi Basekhaya (Filipi 1:10)
-
Abantu Basekuhlaleni (Duteronomi 22:4)
-
Imfundo (Duteronomi 6:6, 7)
-
Ukukhonza (Duteronomi 16:15, 16)
-
-
4:15 ‘Iindaba Ezilungileyo Eziza Kuhlala Ngonaphakade’—Njani? (ISityhilelo 14:6, 7)
-
4:50 Ingoma 66 Nomthandazo