“Zigcineni Kuthando LukaThixo”
Le ncwadi iza kukunceda uqhubeke uphila ngemigaqo eseBhayibhileni ukuze uzigcine kuthando lukaThixo.
Ileta Evela KwiQumrhu Elilawulayo
The Governing Body of Jehovah’s Witnesses urges all who love Jehovah to follow the pattern of Jesus, who remained in his Father’s love.
ISAHLUKO 1
“Ukumthanda UThixo Kuko Ukuthi”
Ngesivakalisi nje esinye nesilula, iBhayibhile iyasixelela ukuba sinokubonisa njani ukuba siyamthanda uThixo.
ISAHLUKO 2
Unokusigcina Njani Sicocekile Isazela Sakho?
Ngaba kunokwenza ukuba isazela sethu sisikhulule kodwa sibe singacocekanga kuThixo?
ISAHLUKO 3
Bathande Abantu Abathandwa NguThixo
UYehova uyabakhetha abantu abanokuba ngabahlobo bakhe, nathi simele senjenjalo.
ISAHLUKO 4
Kutheni Umele Umhlonele Umntu Onikwe Igunya?
IZibhalo zithetha ngeenkalo ezintathu ezibalulekileyo ebomini uThixo afuna sihlonele abantu abanikwe igunya kuzo
ISAHLUKO 5
Indlela Yokuhlala Sahlukile Ehlabathini
ILizwi LikaThixo lithetha ngeendlela ezintlanu esifanele sahluke ngazo ehlabathini.
ISAHLUKO 6
Ukukhetha Indlela Efanelekileyo Yokuzonwabisa
Imibuzo emithathu enokukunceda ukhethe ngendlela efanelekileyo.
ISAHLUKO 7
Ngaba Ubomi Ubuxabise NjengoThixo?
Yintoni enye ekufuneka siyenzile ngaphezu kokuba singabulali?
ISAHLUKO 8
UThixo Uthanda Abantu Abacocekileyo
IBhayibhile ingakunceda ungenzi izinto eziyakukubangela ungacoceki.
ISAHLUKO 9
“Sabani Kulo Uhenyuzo!”
Nyaka ngamnye, amaKristu amaninzi aziphatha kakubi ngokwesondo. Yintoni onokuyenza ukuze ungarhintyelwa ngulo mgibe?
ISAHLUKO 10
Umtshato—Isipho Esivela KuThixo Onothando
Zintoni onokuzenza ngoku ukuze ube nomtshato ophumelelayo? Ukuba utshatile, yintoni onokuyenza ukuze umtshato wakho ungapheli?
ISAHLUKO 11
“Umtshato Mawubekeke”
Imibuzo emithandathu onokuzibuza yona enokukunceda uphucule umtshato wakho.
ISAHLUKO 12
Thetha Izinto‘Ezakhayo’
Amazwi akho anokubakha okanye abadimaze abanye abantu. Ziqhelise ukusebenzisa isipho sokuthetha ngendlela uYehova afuna usisebenzise ngayo.
ISAHLUKO 13
Imibhiyozo Engamkholisiyo UThixo
Eminye imibhiyozo neeholide ekukhangeleka ngathi ziyamkholisa uThixo ziyamcaphukisa.
ISAHLUKO 14
Nyaniseka Kwizinto Zonke
Ukuze ukwazi ukunyaniseka kwabanye abantu, kukho inyathelo lokuqala ofanele ulithathe.
ISAHLUKO 15
Bona Okulungileyo Kumsebenzi Wakho Onzima
Iimpendulo zemibuzo emihlanu ebalulekileyo inokukunceda ugqibe ekubeni uwuthathe okanye ungawuthathi umsebenzi othile.
ISAHLUKO 16
Mchaseni UMtyholi Namaqhinga Akhe
Siyayazi ukuba uSathana unamandla, kodwa ayonto esihlala sicinga ngayo leyo. Ngoba?
ISAHLUKO 17
‘Zakheni Kolwenu Ukholo Olulolona Lungcwele’
Izinto ezintathu onokuzenza ukuze womeleze ukholo lwakho kuThixo uze uhlale kuthando lwakhe.
ISIHLOMELO
Indlela Amele Aphathwe Ngayo Umntu Osusiweyo
Ngaba kufuneka ungathethi naye okanye ungabi nanto yakwenza naye?
ISIHLOMELO
Udade Ufanele Athwale Xa Kutheni, Yaye Ngoba?
IBhayibhile isixelela ngezinto ezintathu ezikunceda uphenduleke.
ISIHLOMELO
Ukukhahlela Iflegi, Ukuvota Nokusebenza Kwarhulumente
Yeyiphi imigaqo yeZibhalo enokukunceda ubenesazela esicocekileyo kwezi nkalo?
ISIHLOMELO
Imichiza Etsalwe Kwizinto Eziyila Igazi Neendlela Zokutyanda
Ngokwenza nje izinto ezimbalwa nezilula unako ukumelana neengxaki zotyando.
ISIHLOMELO
Oko Kuthethwa YiBhayibhile Ngoqhawulo-mtshato Nokwahlukana
Ngokutsho kweBhayibhile, umntu oqhawule umtshato uvumeleke ukuba aphinde atshate xa kutheni?
ISIHLOMELO
Ukucombulula Iingxabano Eziphathelele Imiba Yemali
Ngaba umKristu angamangalela omnye umKristu?