Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Intshayelelo

Intshayelelo
  • Ngaba kukho umntu owawumthanda olele ukufa?

  • Ngaba usebuhlungu?

  • Ngaba ufuna uncedo lokuhla-ngabezana nentlungu okuyo?

  • Ngaba likho ithemba ngabafi?

  • Ukuba likho, liyintoni?

  • Sinokuqiniseka njani?

Kule ncwadana inemifanekiso, imibuzo enjalo iza kuphendulwa ngendlela ethuthuzelayo ngokusuka eBhayibhileni. Siyakukhuthaza ukuba uyifunde ngenyameko.