UYehova Uhlala Enothando Olungagungqiyo
Jonga indlela uYosefu awabonisa ngayo ukuba uyamthanda uThixo nabantu, nendlela awabona ngayo ukuba uYehova uyamthanda xa wayesengxakini. Isekelwe kwiGenesis 37:1-36; 39:1-47:12.