INGOMA 51
Sizinikele KuThixo!
-
1. UYehova usitsalele kuKristu.
Ngoko singabafundi bakhe.
Uyasikhanyisela
Ngolwazi lwenyaniso.
Lomeleza ukholo
Lwethu kuMdali wethu.
(CHORUS)
Sizinikele kuThixo ngentliziyo.
Siyamthanda uThixo noYesu.
-
2. Sisondela kuYehova ngomthandazo.
Sizimisele ukumkhonza.
Sikuvuyela gqitha
Ukwazisa abantu
NgoThixo oluthando
Nangolawulo lwakhe.
(CHORUS)
Sizinikele kuThixo ngentliziyo.
Siyamthanda uThixo noYesu.
(Funda nezi: INdu. 43:3; 107:22; Yoh. 6:44.)