Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Masiphumle

Masiphumle

Dawunlowuda:

  1. 1. Sihleli kunye sonke, sonwabile sonke.

    Amaxhala ethu siwalibele, sincokola kamnandi.

    Kuyavuyisa uk’ba nexesha lok’phumla.

    Sikwaz’ ukucinga—ngezipho zikaYa—sibe nombulelo.

    (CHORUS)

    Siyeka yonke into, sikhe siphumle.

    Sicinge ngoYehov’ uThixo,

    Nezintw’ ezintle esizonwabelayo.

    Kuyavuyisa,

    Ukuphumla.

  2. 2. Njengokba siphumle kunye, sibuke indalw’ entle,

    Siyakhuthazeka xa sicingisisa ngoYehova uTata.

    Ukubon’ amandla akhe, noba uyas’nceda,

    Sizonyamezela siqinisekile ukuba siyathandwa.

    (CHORUS)

    Siyeka yonke into, sikhe siphumle.

    Sicinge ngoYehov’ uThixo,

    Nezintw’ ezintle esizonwabelayo.

    Kuyavuyisa,

    Ukuphumla.

    Ukuphumla;

    Ukuphumla.

    (CHORUS)

    Siyeka yonke into, sikhe siphumle,

    Sicinge ngoYehov’ uThixo,

    Nezintw’ ezintle esizonwabelayo,

    Kuyavuyisa,

    Ukuphumla.

    (ENDING)

    Makhe siphumle; sibe kunye.

    Kuyavuyisa.

    Makhe siphumle; sibe kunye.

    Phumla, kuyavuyisa,

    Ukuphumla.