Jonga Mna
1. Ow, beka loo fow’ni.
Thetha nabantu.
Ungaphoswa zizint’ ezintle.
Kuba ubomi bumnandi.
Kunobo befow’ni.
Cinga ngez’ nto ongekaziboni.
Awu-soze uzibone uba ujong’ ifow’ni.
Udinga ootshomi bokwenene
(CHORUS)
Jonga mna.
Uyak’ bona oku?
Siyintsapho eyonwabe nyhan’.
Jonga mna
Uyakwa-zi oku?
Yathandwa. Beka loo fow’ni ujonge mna.
2. Jonga oko aba-nye
Bak’bonayo
Sukuhoy’ ifowni kukh’ abantu
Unganootshom’ bokwenene
Nabathand’ uThixo
Abaza kuqhubeka bek’xhasa.
Awu-soze ubabone uba ujonge ifowni.
Udinga ootshomi bokwenene
(CHORUS)
Jonga mna.
Uyak’ bona oku?
Siyintsapho eyonwabe nyhan’.
Jonga mna.
Uyakwazi oku?
Yathandwa.
(INTERLUDE)
Beka loo fow’ni ujonge mna.
(BRIDGE)
Mayingakuphazamisi
Ezi zinto zinako ukuk’qhatha.
Azikhuthaz’ into entle.
Phila nabantu abaphambi kwakh’ ifow’ni uyibeke
3. Ow, beka loo fow’ni
Ub’ awukwenzi oko
Uza kuphoswa zizint’ ezintle
Na-ndipha ubomi.
Izinto oz’thandayo
Kudala zikhona. Wena cinga oku
Loo fow’ni ayisoze ikwaz’ ukonwabisa.
Unabo ootshomi bokwenene
(CHORUS)
Jonga mna.
Uyak’ bona oku?
Siyintsapho eyonwabe nyhan’.
Jonga mna
Uyakwazi oku?
Yathandwa. Beka loo fow’ni ujonge mna.
Uyak’ bona oku?
Siyintsapho eyonwabe nyhan.’
Jonga mna
Uyakwazi oku?
Yathandwa. Beka loo fow’ni ujonge mna.