Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Sithandwa Sam

Sithandwa Sam

Dawunlowda:

  1. 1. Nguwe lo,

    Endimthandayo.

    Sthandwa sam,

    Sentliziyo yam.

    Iimpaw’ zakho zintle,

    Ziyandivuyisa.

    UYehova uzakusinceda.

    Ndithanda nokuba uhlal’ ukunye nam.

    Uyandihlonipha.

    Futh’ uyazidla ngam.

    (CHORUS)

    Sohlala somelele,

    Ukuba simanyene.

    Yehov’ uzasinceda shlale sthandana,

    Sithandwa sam.

  2. 2. Ndiyakuthanda.

    Uyandimamela.

    Sobabini,

    Sithand’ uYehova.

    Ndiyayazi ukuba,

    Uyandixabisa.

    Izawhlal’ inguwe,

    Endizidla ngaye.

    (CHORUS)

    Sohlala somelele,

    Ukuba simanyene.

    Yehov’ uzas’nceda shlale sthandana,

    Sithandwa sam.

    Sohlala somelele,

    Ukuba simanyene.

    Yehov’ uzasinceda shlale sthandana,

    Sithandwa sam,

    Sithandwa sam

    S’thandwa!