Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EBritani

Watch Tower

The Ridgeway

LONDON

NW7 1RN

ENGLAND

+44 20-8906-2211

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Kuthabatha iyure enemizuzu engamashumi amathathu

Ngo-9:45 a.m.; ngo-1:15 p.m.; ngo-3:00 p.m.

Kuthabatha iyure enemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuprintwa iincwadi neencwadana ezizizigidi ezingama-200 nyaka ngamnye ize izithumele kumazwe ali-100 ehlabathini lonke. Ukhenketho lweli sebe lukwaquka indlela elaqalisa ngayo luze lubonise umsebenzi owenziwa ngamaNgqina KaYehova eseBritani.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.