Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EArmenia

38 Keri Street

0028 YEREVAN

ARMENIA

+374 10 708 200

Amaxesha Omsebenzi

Ukususela NgoMvulo Ukuya Kutsho NgoLwesihlanu

Ukususela ngo-9:30 kusasa ukuya kutsho ngo-11:⁠00 kusasa nango-2:00 emva kwemini ukuya kutsho ngo-4:00 emva kwemini.

Kuthatha iyure

Nceda ufowune kusengaphambili ukusazisa ngomhla nangexesha oza kukhenketha ngalo.

Umsebenzi Ophambili

Kuguqulelwa iincwadi ezifundisa ngeBhayibhile kwisiArmenia, iBraille yesiArmenia, intetho yezandla yesiArmenia nesiKarabakh. Ijongene nomsebenzi wamaNgqina KaYehova ayi-11 178 aseArmenia. Kubukiswa ngemifanekiso yembali.