Yiya kwinkcazelo

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

AmaNgqina KaYehova Abanjelwe Ukholo Lwawo​—Ngokweengingqi

AmaNgqina KaYehova Abanjelwe Ukholo Lwawo​—Ngokweengingqi

AmaNgqina kaYehova abanjelwe ukholo lwawo—ukususela ngoAprili 2018

ILIZWE

ABAVALELWEYO

ISIZATHU

E-Eritrea

53

  • Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela

  • Ukukhonza

  • Izizathu ezingachazwanga

 

ERashiya

1

  • Ukukhonza

 

ESingapore

8

  • Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela

 

KuMzantsi Korea

235

  • Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela

 

ETurkmenistan

3

  • Ukukhonza

  • Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela

 

Xa Bebonke

300

 

IBhunga Lamazwe Ngamazwe Lamalungelo Ezopolitiko lithi, “amalungelo afana nelokucinga, elesazela nelokunqula” ngawona malungelo asisiseko ekufuneka ehlonitshiwe. * Kwamanye amazwe, xa amaNgqina kaYehova esebenzisa amalungelo awo asemthethweni aye avalelwe ezintolongweni aze aphathwe kakubi. Uninzi lwabavalelwayo ngabafana abangafuniyo ukuya emkhosini ngenxa yezazela. Amanye abanjwa kuba nje ekhonza.

^ isiqe. 27 Bona neSivumelwano SeMerika Samalungelo Abantu, Article 18 kunye neBhunga LaseYurophu Lamalungelo Abantu, Article 9.