Kucaciswa Iivesi ZeBhayibhile
Phanda ngento ethethwa ziivesi zeBhayibhile namagama athile. Funda indlela ezicaciswa ngayo iivesi zeBhayibhile kumanqaku athetha ngazo. Funda imibhalo esemazantsi neembekiselo ukuze wazi nezinye izinto.
Kucaciswa iGenesis 1:1—“Ekuqaleni uThixo wadala amazulu nomhlaba”
Zeziphi iinyaniso ezimbini ezikule vesi yokuqala yeBhayibhile?
Kucaciswa IGenesis 1:26—“Masenze Umntu Ngokomfanekiso Wethu”
Wayethetha nabani uThixo?
Kucaciswa IEksodus 20:12—“Hlonipha Utata Wakho Nomama Wakho”
Uthixo wanika amaSirayeli isithembiso sokuba aza kuphila kakuhle xa emthobela.
UNumeri 6:24-26 Uyacaciswa—“Makakusikelele UYehova, Akugcine”
Yayivela phi intsikelelo ka-Aron?
Kucaciswa iNdumiso 23:4—“Nangona Ndihamba Kwintlambo Emnyama Kakhulu”
UThixo ubakhusela njani abakhonzi bakhe aze abahoye naxa besebunzimeni?
INdumiso 37:4 Iyacaciswa—“Vuya Kakhulu NgoYehova”
Le ndumiso isinceda njani sifumane ubulumko size sibe ngabantu abavuyisa uThixo?
Kucaciswa iNdumiso 46:10—“Nikezelani, Nazi Ukuba NdinguThixo”
Ngaba le vesi ithetha ukuba masithule xa sisecaweni?
Kucaciswa IMizekeliso 3:5, 6—“Ungayami Ngokwakho Ukuqonda”
Ungabonisa njani ukuba uthembe uThixo ngaphezu kwakho?
IMizekeliso 16:3—“Thembela KuYehova Kuyo Yonke Into Oyenzayo”
Zeziphi izizathu ezimbini esenza abantu badinge ukucela ukhokelo kuThixo xa besenza izigqibo?
Kucaciswa IMizekeliso 17:17 —“Umhlobo Unothanda Ngamaxesha Onke”
La mazwi ayichaza kakuhle into yokuba unjani umhlobo wokwenene.
IMizekeliso 22:6 Iyacaciswa—“Mqeqeshe Umntwana Ngendlela Amele Ahambe Ngayo”
Yeyiphi ‘indlela’ umntwana amele ahambe ngayo? Ngaba mntu ngamnye uneyakhe?
INtshumayeli 3:11 Iyacaciswa—“Yonke Into Uyenze Yantle Ngexesha Layo”
Imisebenzi kaThixo emihle ayiphelelanga nje kwizinto azidalileyo. Ikunceda njani lonto?
Kucaciswa UIsaya 26:3—“Uza Kubakhusela Abo Bayame Ngawe Ngokupheleleyo Uza Kubenza Bahlale Benoxolo”
Ngaba singakwazi nyhani ukuhlala siseluxolweni? Kuthetha ukuthini ukuba neenjongo ezingatshintshiyo?
Kucaciswa uIsaya 40:31—“Abo bathembela kuYehova baza kuphinda bahlaziyeke”
Kutheni izibhalo zifanisa ukhozi olubhabhayo nomntu ofumana amandla kuThixo?
Kucaciswa UIsaya 41:10—“Sukoyika Kuba Ndinawe”
UYehova usebenzisa amazwi anceda abakhonzi bakhe baqonde ukuba uza kubanceda.
Kucaciswa UIsaya 42:8 —“NDIYINKOSI”
Leliphi igama uThixo awakhetha ukuzibiza ngalo?
Kucaciswa UYeremiya 11:11—“Ndibazisela Ububi”
Ngaba uThixo wabazisela ‘ububi’ abantu bakhe, okanye wayebuvumela?
Kucaciswa uYeremiya 29:11—“Ndizazi Kakuhle Izinto Endizicingayo Ngani”
Ngaba uThixo unecebo elithile ngomntu ngamnye?
Kucaciswa uYeremiya 33:3—“Ndibize, Yaye Ndiza Kukuphendula”
UThixo wathembisa abantu babesamkela isimemo sakhe ukuba wayeza kubaxelela “izinto ezinkulu nezingaqondekiyo.” Zeziphi ezo zinto? Ngaba wenza njalo nanamhlanje?
Kucaciswa uMika 6:8—“Hamba Ngokuthobeka NoThixo Wakho”
Le vesi ichaza into uThixo ayilindeleyo kuthi ngamazwi alula nacacileyo.
Kucaciswa uMateyu 6:34—“Sukuzikhathaza Ngengomso”
Funda uMateyu 6:34 kwiinguqulelo zeBhayibhile ezahlukeneyo, ujonge into ekuthethwa ngayo, iimbekiselo nestudy notes zale vesi. Funda into ethethwa yile vesi.
Kucaciswa uMarko 1:15—“UBukumkani bukaThixo busondele”
Funda uMarko 1:15 kwiinguqulelo zeBhayibhile ezahlukeneyo. Funda oko kuthethwa yile vesi.
Kucaciswa uMarko 11:24—“Zonke Izinto Enizicela Ngomthandazo, Yibani Nokholo Ngathi Sele Nizifumene”
Icebiso lukaYesu ngokholo nomthandazo lingasinceda njani simelane neengxaki namhlanje?
Kucaciswa ULuka 1:37—“UThixo Soze Angayenzi Into Ayithethileyo”
Akukho nto inokubangela ukuba angazenzi izinto azithembisileyo. Ithetha ukuthini loo nto kuwe?
ULuka 2:14 Uyacaciswa—“Kubekho Uxolo Emhlabeni Phakathi Kwabantu Abathandayo”
Athetha ntoni la mazwi kubantu namhlanje?
Kucaciswa uYohane 15:13—“Akakho Umntu Onothando Ukogqitha Umntu . . .”
Singalubonisa njani uthando uYesu awalubonisayo?
Kucaciswa uYohane 16:33—“Ndiloyisile Ihlabathi”
Amazwi kaYesu ayeza kubaqinisekisa njani abalandeli bakhe ukuba banokuphumelela xa bethobela uThixo?
IZenzo 1:8 Ziyacaciswa—“Niya Kunikwa Amandla”
UYesu wathembisa abalandeli bakhe awaphi amandla, ibe loo mandla ayeza kubanceda benze ntoni?
Kucaciswa amaRoma 10:13—“Obiza Egameni LeNkosi”
Nokuba singaboluphi uhlanga, ibala okanye zithini iimeko zethu, uThixo usinika ithuba lokusindiswa nokufumana ubomi obungunaphakade.
Kucaciswa amaRoma 12:12—“Vuyani Ngenxa Yokuba Ninethemba. Nyamezelani Xa Nisebunzimeni. Hlalani Nithandaza.”
AmaKristu angahlala njani ethembekile xa eneengxaki naxa etshutshiswa?
Kucaciswa amaRoma 15:13—“Kwanga UThixo Onika Ithemba Anganinika Uvuyo Noxolo Oluninzi”
Uvuyo noxolo zidibana njani nethemba nomoya oyingcwele?
1 Korinte 10:13—“UThixo Uthembekile”
Zeziphi iindlela okusinceda ngayo ukuthembeka kukaThixo xa sineengxaki?
Ama-2 Korinte 12:9 Ayacaciswa—“Ububele Bam Esele Ndikwenzele Bona Bukwanele”
UPawulos wancedwa njani bububele bukaThixo? Bungasinceda njani thina?
Kucaciswa amaGalati 6:9—“Masingayeki Ukwenza Izinto Ezilungileyo”
Kuza kwenzeka ntoni kumaKristu angayekiyo ukwenza izinto ezilungileyo?
Efese 3:20 Explained—“UThixo Uyakwazi [Ukuthi] Enze Izinto Ezingaphaya Kwezo Sizicelayo Nesinokuzicinga”
UThixo uyiphendula njani imithandazo yabakhonzi bakhe?
Kucaciswa AmaFilipi 4:6, 7 —“Sanukuba Naxhala Lanto”
Yeyiphi imithandazo enokunceda abakhonzi bakaThixo bangabi naxhala baze bafumane uxolo lwangaphakathi?
Kucaciswa AmaFilipi 4:8—“Hlalani Nicinga Ngezinto Eziyinyaniso”
Ziintoni amaKristu afanele ahlale ecinga ngazo?
Kucaciswa amaFilipi 4:13—“Ndiyakwazi Ukwenza Zonke Izinto Kuba Ndincedwa NguKristu”
Wayethatha ukuthini uPawulos xa wathi uza kufumana amandla ‘azo zonke izinto’?
Kucaciswa u-2 Timoti 1:7—“UThixo Akasinikanga Moya Wabugwala”
UThixo unokumnceda njani umntu ayeke ukoyika aze abe nesibindi sokwenza into elungileyo?
Kucaciswa amaHebhere 4:12—“ILizwi LikaThixo Liyaphila, Liyasebenza”
Ngaba uyalivumela ilizwi likaThixo lisebenze ebomini bakho? Loo nto ibonisa ntoni ngawe?
Kucaciswa amaHebhere 11:1—“Ukholo Bubungqina Bezinto Esinethemba Lazo
Luqine kangakanani ukholo lokwenene futhi lubaluleke kangakanani?
Kucaciswa U-1 Petros 5:6, 7—“Zithobeni Phantsi Kwesandla SikaThixo Esinamandla, . . . Ziphoseni Kuye Zonke Iingxaki Zenu”
Kuthetha ukuthini “ukuphosa” ixhala lethu kuThixo ibe loo nto ingakunceda njani?
Kucaciswa ISityhilelo 21:1—“Izulu Elitsha Nomhlaba Omtsha”
Ziintoni iBhayibhile ezithethayo ezibonisa eyona nto ithethwa yile vesi?
Kucaciswa ISityhilelo 21:4—“Uza Kuzosula Zonke Iinyembezi”
Le vesi ithetha ngezithembiso ezininzi eziza kwenzeka.