I-JW Broadcasting
Kwi-JW Broadcasting ninokubukela izinto zobuthixo ezihlaziyayo njengentsapho. Bukela iinkqubo ezivela kwistudiyo se-JW Broadcasting, kunye neevidiyo ezithatyathwe kwi-jw.org. Bukela ijelo elineezividiyo imini yonke, okanye ubukele ividiyo nganye nangaliphi na ixesha kwindawo ethi Oovimba Beevidiyo. Yiya kwindawo ethi Ezirekhodiweyo ukuze umamele ezirekhodiweyo ezahlukahlukeneyo kuquka umculo, iidrama nemidlalo yeBhayibhile erekhodiweyo.
Zibukele kwikhompyutha, itablet, nakwifowuni kwi-tv.mt1130.com okanye kwiTV yakho usebenzisa isixhobo seRoku.
Bukela Oovimba Beevidiyo kwiRoku
Khangela ividiyo, wenze oko ufuna ukukwenza kwividiyo uze ubukele ezakutshanje okanye ezibangela umdla.
Ukumamela Isandi KwiRoku
Mamela inkqubo yesandi okanye izandi ezahlukahlukeneyo. Oko unokukwenza kwisandi osimameleyo.
Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza—IJW Broadcasting (KwiRoku)
Khangela iimpendulo zemibuzo edla ngokubuzwa.
Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza—IJW Broadcasting (KwiApple TV)
Khangela iimpendulo zemibuzo edla ngokubuzwa.
Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza—IJW Broadcasting (KwiFire TV)
Khangela iimpendulo zemibuzo edla ngokubuzwa.