Ukusebenzisa IJW.ORG
Fumana izinto ezibangel’ umdla kwijw.org ngokufunda indlela yokuyisebenzisa.
Ukukhangela Uncwadi
Khangela uncwadi olufunayo ngala macebiso alula. Funda indlela yokukhangela uncwadi umxholo okanye inkcazelo ethile yemagazini ku-jw.org/xh.
Khetha Olunye Ulwimi
Funda indlela yokutshintsha ulwimi kwiwebhsayithi okanye ukhangele uncwadi ngolunye ulwimi.
Ngena Ku-JW.ORG Usebenzisa Ifowuni
Funda indlela yokusebenzisa ifowuni ukuze ungene ku-jw.org, ufunde iBhayibhile kwi-intanethi, uphulaphule namanqaku arekhodiweyo.
Thumela Ilinki Eza Kusa Umntu Kwinqaku, Ividiyo Okanye Uncwadi
Amacebiso okusebenzisa indawo ethi Yithumele ekujw.org/xh.
Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza—JW.ORG/XH
Khangela iimpendulo zemibuzo edla ngokubuzwa.